2 Ookumkani 24:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Warhola khona bonke ubuncwane bendlu kaYehova, nobuncwane bendlu yokumkani; wazinqunqa zonke iimpahla zegolide, awazenzayo uSolomon ukumkani wakwaSirayeli etempileni kaYehova, njengoko wakuthethayo uYehova.

2 Ookumkani 24

2 Ookumkani 24:3-18