2 Ookumkani 24:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphuma uYehoyakin, ukumkani wakwaYuda, waya kukumkani waseBhabheli, yena nonina, nabakhonzi bakhe, nabathetheli bakhe, nababusi bakhe; ukumkani waseBhabheli wamthabatha ke ngomnyaka wesibhozo wobukumkani bakhe.

2 Ookumkani 24

2 Ookumkani 24:5-17