2 Ookumkani 21:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ezinye izinto zikaManase, nako konke awakwenzayo, nesono sakhe awonayo ngazo, asibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?

2 Ookumkani 21

2 Ookumkani 21:14-22