2 Ookumkani 21:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kananjalo igazi elimsulwa úliphalaze lalininzi kunene uManase, yada yazala iYerusalem, kwathabathela kwelinye icala kwesa kwelinye; sisodwa sona isono sakhe awawonisayo ngaso amaYuda, ngokwenza okubi emehlweni kaYehova.

2 Ookumkani 21

2 Ookumkani 21:6-17