2 Ookumkani 20:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngaloo mihla wayesifa uHezekiya, eza kufa. Waya umprofeti uIsaya, unyana ka-Amotse, wathi kuye, Utsho uYehova ukuthi, Yolela; ngokuba ùya kufa wena, akuyi kuphila.

2 Ookumkani 20

2 Ookumkani 20:1-2