2 Ookumkani 19:37 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, enqula endlwini kaNiseroki uthixo wakhe, bamxabela ngekrele ooAdrameleki noSharetsere, oonyana bakhe. Baza basabela ezweni laseArarati. UEsar-hadon, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.

2 Ookumkani 19

2 Ookumkani 19:32-37