2 Ookumkani 2:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Beza oonyana babaprofeti ababeseYeriko kuElisha, bathi kuye, Ùyazi na kodwa ukuba namhla úyayisusa uYehova inkosi yakho entlokweni yakho? Wathi, Ndiyayazi loo nto; yithini cwaka.

2 Ookumkani 2

2 Ookumkani 2:3-15