2 Ookumkani 19:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathandaza uHezekiya phambi koYehova, wathi, Yehova, Thixo wakwaSirayeli, ùhleli wena phakathi kweekerubhi,* unguye uThixo wena wedwa kwizikumkani zonke zehlabathi; wena uwenzile amazulu nehlabathi.

2 Ookumkani 19

2 Ookumkani 19:13-17