2 Ookumkani 19:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawathabatha uHezekiya amaphepha eencwadi ezandleni zabathunywa, wawalesa; wenyuka waya endlwini kaYehova, wawaneka uHezekiya phambi koYehova.

2 Ookumkani 19

2 Ookumkani 19:6-15