2 Ookumkani 18:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wakholosa ngoYehova uThixo kaSirayeli; emveni kwakhe akubangakho unjengaye phakathi kookumkani bonke bakwaYuda, naphakathi kwabo babekho ngaphambi kwakhe.

2 Ookumkani 18

2 Ookumkani 18:4-15