2 Ookumkani 18:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wazisusa izigánga, waziqhekeza izimiso zamatye, wamgawula uAshera,* wayiqoba inyoka yobhedu awayenzayo uMoses; ngokuba kwada kwayiloo mini oonyana bakaSirayeli beqhumisela kuyo, kwathiwa loo nto lubhedu nje kodwa.

2 Ookumkani 18

2 Ookumkani 18:1-5