2 Ookumkani 18:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ubeminyaka imashumi mabini anamihlanu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka emashumi mabini anesithoba engukumkani eYerusalem. Igama lonina libe linguAbhi, intombi kaZekariya.

2 Ookumkani 18

2 Ookumkani 18:1-5