2 Ookumkani 18:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ngomnyaka wesithathu kaHoseya unyana kaEla, ukumkani wakwaSirayeli, waba ngukumkani uHezekiya, unyana ka-Ahazi ukumkani wakwaYuda.

2 Ookumkani 18

2 Ookumkani 18:1-3