2 Ookumkani 17:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku ukumkani waseAsiriya wazisa abantu, bevela eBhabheli, naseKuta, naseAva, naseHamati, naseSefarvayim, wababeka emizini yakwaSamari, esikhundleni soonyana bakaSirayeli. Balihlutha elakwaSamari, bahlala emizini yalo.

2 Ookumkani 17

2 Ookumkani 17:20-25