2 Ookumkani 17:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

wada uYehova wawasusa amaSirayeli ebusweni bakhe, njengoko wakuthethayo ngabakhonzi bakhe bonke, abaprofeti. Afuduswa ke amaSirayeli emhlabeni wawo, asiwa eAsiriya, unanamhla.

2 Ookumkani 17

2 Ookumkani 17:22-25