2 Ookumkani 17:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba wawakrazula amaSirayeli endlwini kaDavide; aza amenza ukumkani uYarobheham unyana kaNebhati. UYarobheham wawawexula amaSirayeli ekumlandeleni uYehova, wawonisa ngesono esikhulu.

2 Ookumkani 17

2 Ookumkani 17:18-25