2 Ookumkani 17:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wayilahla ke uYehova yonke imbewu yakwaSirayeli, wabacinezela, wabanikela esandleni sabaphangi, wada wabagxotha ebusweni bakhe.

2 Ookumkani 17

2 Ookumkani 17:19-22