2 Ookumkani 16:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wahamba ngendlela yookumkani bakwaSirayeli; kananjalo wamcandisa emlilweni unyana wakhe, ngokwamasikizi eentlanga, awazigqogqayo uYehova phambi koonyana bakaSirayeli.

2 Ookumkani 16

2 Ookumkani 16:1-6