2 Ookumkani 16:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAhazi ubeminyaka imashumi mabini ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe. Waba neminyaka elishumi linamithandathu engukumkani eYerusalem.Akakwenza okuthe tye emehlweni kaYehova uThixo wakhe, njengoDavide uyise.

2 Ookumkani 16

2 Ookumkani 16:1-5