2 Ookumkani 15:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngomnyaka wamashumi omahlanu anamabini ka-Azariya ukumkani wakwaYuda, uPeka, unyana kaRemaliya, waba ngukumkani kumaSirayeli kwaSamari, iminyaka yamashumi mabini.

2 Ookumkani 15

2 Ookumkani 15:17-35