2 Ookumkani 15:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ezinye izinto zikaPekaya, nako konke awakwenzayo, nanzo zibhaliwe encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli.

2 Ookumkani 15

2 Ookumkani 15:20-35