2 Ookumkani 15:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UShalum unyana kaYabheshe waba ngukumkani ngomnyaka wamashumi omathathu anesithoba kaUziya ukumkani wakwaYuda. Waba ngukumkani inyanga iphela kwaSamari.

2 Ookumkani 15

2 Ookumkani 15:7-18