2 Ookumkani 15:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lilizwi elo awalithethayo uYehova kuYehu lokuthi, Kuwe kuya kuhlala oonyana besesiné isizukulwana etroneni yakwaSirayeli. Kwaba njalo ke.

2 Ookumkani 15

2 Ookumkani 15:5-18