2 Ookumkani 14:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Walala uYehohashe kooyise, wangcwatyelwa kwaSamari, ndawonye nookumkani bakwaSirayeli. UYarobheham, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.

2 Ookumkani 14

2 Ookumkani 14:10-26