2 Ookumkani 14:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ezinye izinto zikaYehohashe awazenzayo, nobukroti bakhe, nokulwa kwakhe noAmatsiya ukumkani wakwaYuda, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?

2 Ookumkani 14

2 Ookumkani 14:10-21