2 Ookumkani 14:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehohashe ukumkani wakwaSirayeli wambamba uAmatsiya ukumkani wakwaYuda, unyana kaYowashe, unyana ka-Ahaziya, eBhete-shemeshe, weza eYerusalem, waluqhekeza udonga lweYerusalem, wathabathela esangweni lakwaEfrayim, wesa esangweni lembombo, ikubhite* ezimakhulu mané.

2 Ookumkani 14

2 Ookumkani 14:9-17