2 Ookumkani 10:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi, Babambeni behleli. Bababamba behleli, babasika ngasemhadini wendlu yokucheba; babengamadoda angamashumi omané anamabini; akasalisa mntu kubo.

2 Ookumkani 10

2 Ookumkani 10:6-15