2 Ookumkani 10:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

wafumanana nabazalwana baka-Ahaziya, ukumkani wakwaYuda, wathi, Ningoobani na nina? Bathi, Singabazalwana baka-Ahaziya; siyehla, siya kubulisa oonyana bokumkani noonyana benkosikazi.

2 Ookumkani 10

2 Ookumkani 10:8-18