2 Kwabasekorinte 9:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ndiyakwazi ukuthumekelela kwenu, endiqhayisa ngako ngani kwabelaseMakedoni, ndisithi elaseAkaya beliselilunge kwanyakenye; nokuzondelela kwenu kwaxhokonxa abona baninzi.

2 Kwabasekorinte 9

2 Kwabasekorinte 9:1-12