2 Kwabasekorinte 5:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba kwathina aba bakulo mnquba siyancwina sisindwa, kungengakuba sithanda ukuhlutywa; kungokuba sithanda ukwambathiswa saleke, ukuze okunokufa kufincwe bubomi.

2 Kwabasekorinte 5

2 Kwabasekorinte 5:1-14