2 Kwabasekorinte 2:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ndanibhalela ekubandezelekeni nasekuxinezelekeni okukhulu kwentliziyo yam, ndineenyembezi ezininzi; ndingenzeli ukuze nenziwe buhlungu, ndisenzela ukuze nilwazi uthando endinithanda ngalo ngokugqithiseleyo.

2 Kwabasekorinte 2

2 Kwabasekorinte 2:1-13