2 Kwabasekorinte 2:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndanibhalela ke kwakona oku, ukuze ndakufika ndingabi buhlungu ngabo bendimelwe kukuvuya ngabo; ndíkholosile ngani nonke, ukuba uvuyo lwam ikwalolwenu nonke.

2 Kwabasekorinte 2

2 Kwabasekorinte 2:1-8