2 Kwabasekorinte 13:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Zilingeni, ukuba niselukholweni olu na; zicikideni ngokwenu. Okanye anizazi na ukuba uYesu Kristu ungaphakathi kwenu? ukuba okunene aningabo abo bangenakucikideka.

2 Kwabasekorinte 13

2 Kwabasekorinte 13:3-8