2 Kwabasekorinte 13:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba, nakuba wabethelelwayo emnqamlezweni ngokwasekusweleni amandla, udla ubomi ngokwasemandleni kaThixo. Kuba nathi siswele amandla kuye, noko siya kudla ubomi naye ngokwasemandleni kaThixo, ngokubhekisele kuni.

2 Kwabasekorinte 13

2 Kwabasekorinte 13:1-9