2 Kwabasekorinte 12:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

hleze ndithi, ndakufika kunjalo, andíthobe uThixo wam phakathi kwenu, ndize ndikhedame ngenxa yabaninzi ababesebonile, àbaguquka ekungcoleni, nasembulweni, naseburheletyweni ababenzáyo.

2 Kwabasekorinte 12

2 Kwabasekorinte 12:15-21