2 Kwabasekorinte 12:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ndiyoyika, hleze ndithi ndakufika, ndinifumane ningènjengendikuthandayo, nam ndifunyanwe nini ndingènjengenikuthandayo; hleze kubekho iinkani, amakhwele, imisindo, amayelenqe, iintlebendwane, iintsebezo, iinkukhumalo, iziphithiphithi;

2 Kwabasekorinte 12

2 Kwabasekorinte 12:18-21