2 Kwabasekorinte 11:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba kaloku, xa lowo uzayo avakalisa omnye uYesu, esingamvakalisanga thina, nokuba namkela moya wumbi enaningamkelanga wona, nokuba ziindaba ezilungileyo ezizimbi enaningamkelanga zona, beningaba kambe niyatyapha ukumnyamezela.

2 Kwabasekorinte 11

2 Kwabasekorinte 11:1-10