2 Kwabasekorinte 11:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiyoyika ke, hleze kuthi, njengokuba inyoka yamlukuhlayo uEva ngobuqhetseba bayo, zonakaliswe ngokunjalo nani iingqiqo zenu, zimke ekunyaniseni kuye uKristu.

2 Kwabasekorinte 11

2 Kwabasekorinte 11:1-13