2 Kwabasekorinte 1:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kanjalo ithemba lethu ngani liqinisekile; sisazi ukuba, njengokuba ningamadlelane nathi ngazo iintlungu, ngokunjalo niyakuba ngawo nangentuthuzelo.

2 Kwabasekorinte 1

2 Kwabasekorinte 1:1-14