2 Kwabasekorinte 1:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nokuba na ke siyabandezelwa, oko kwenzelwa ukuthuthuzela nokusindisa nina, ukusindisa ke okusebenzayo ngokunyamezela kwenu kwa-ezo ntlungu sizivayo nathi; nokuba na ke siyathuthuzelwa, oko kwenzelwa ukuthuthuzela nokusindisa nina.

2 Kwabasekorinte 1

2 Kwabasekorinte 1:1-12