2 Kwabasekorinte 1:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba yena okaThixo uNyana, uYesu Kristu, owavakaliswayo phakathi kwenu sithi (ndim ke noSilvano noTimoti), akabanga nguewe nohayi; kuye nguewe kwakanye;

2 Kwabasekorinte 1

2 Kwabasekorinte 1:15-24