2 Izikronike 9:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

USolomon walala kooyise, wangcwatyelwa emzini kaDavide uyise; uRehabheham, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.

2 Izikronike 9

2 Izikronike 9:26-31