2 Izikronike 10:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

URehabheham waya kwaShekem; ngokuba amaSirayeli onke abeye kumenza ukumkani kwaShekem.Kwathi, akuva uYarobheham unyana kaNebhati (eseYiputa, apho wayebalekele khona ebusweni bukaSolomon ukumkani; ehleli uYarobheham eYiputa, bathumela bambiza),

2 Izikronike 10

2 Izikronike 10:1-2-8