2 Izikronike 36:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehoyakim ubeminyaka imashumi mabini anamihlanu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka elishumi elinamnye engukumkani eYerusalem. Wenza okubi emehlweni kaYehova uThixo wakhe.

2 Izikronike 36

2 Izikronike 36:1-13