2 Izikronike 36:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani waseYiputa wamenza uEliyakim, umkhuluwa wakhe, ukuba abe ngukumkani kwaYuda neYerusalem, waliguqula igama lakhe laba nguYehoyakim. UNeko wamthabatha uYehowahazi, umninawa wakhe, wamsa eYiputa.

2 Izikronike 36

2 Izikronike 36:1-12