2 Izikronike 32:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Okunaye yingalo yenyama, okunathi nguYehova uThixo wethu, ukuba asincede, alwe amadabi ethu. Abantu bayama emazwini kaHezekiya ukumkani wakwaYuda.

2 Izikronike 32

2 Izikronike 32:5-17