2 Izikronike 32:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yomelelani nikhaliphe; musani ukoyika; musani ukuqhiphuka umbilini ngukumkani waseAsiriya, nayingxokolo yonke anayo, ngokuba baninzi abangakuthi, phezu kwabangakuye.

2 Izikronike 32

2 Izikronike 32:1-15