2 Izikronike 29:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UHezekiya waba ngukumkani eminyaka imashumi mabini anamihlanu ezelwe; waba neminyaka emashumi mabini anesithoba engukumkani eYerusalem. Igama lonina lalinguAbhiya intombi kaZekariya.

2 Izikronike 29

2 Izikronike 29:1-9