2 Izikronike 28:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAhazi walala kooyise, bamngcwabela kuwo umzi oyiYerusalem; ke abamzisanga emangcwabeni ookumkani bakwaSirayeli. UHezekiya, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.

2 Izikronike 28

2 Izikronike 28:18-27