2 Izikronike 28:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Oonyana bakaSirayeli bathimba kubazalwana babo amakhulu amabini amawaka, abafazi, noonyana, neentombi, kananjalo babaphanga amaxhoba amaninzi, bawazisa amaxhoba lawo kwaSamari.

2 Izikronike 28

2 Izikronike 28:1-13